ok=Kulungile cancel=Rhoxisa unknownError=Impazamo engaziwayo message=Umyalezo city=Isixeko gender=Isini male=Indoda female=Ibhinqa offline=Akukho lunxibelelwano doNotDisturb=Musa ukuPhazamisa away=Engekhoyo status=uBume uin=I-UIN firstName=iGama lokuQala connecting=Ukunxulumana sslSupportUnavailable=Inkxaso engafumanekiyo yeSSL unableToConnect5d04a002=Akukwazeki ukunxulumana server=Iseva port=Isiqhagamsheli username=Igama lomsebenzisi nick=Isikhewu birthday=Umhla wokuZalwa idle=Ilalele address=iDilesi lastName=iFani emailAddress=Idilesi ye-iMeyili _room=_iGumbi: state=Isimo notAuthorized=Engagunyaziswanga mood=Isimo setUserInfo=Ulwazi oluMiselweyo lomSebenzisi… changePassword=Tshintsha i-Password… sendFile=Thumela iFayili angry=Onomsindo sleepy=Owozelayo notLoggedIn=Akangenanga busy=Xakekileyo authorizationRequestMessage=Umyalezo wokuCela uGunyaziso: pleaseAuthorizeMe=Nceda undigunyazise! _cancel=_Rhoxisa age=Ubudala homeAddress=Idilesi yaseKhaya company=Inkampani workAddress=Idilesi yaseMsebenzini youHaveBeenConnectingAndDisconnectingToo=Ubungena uphuma kunxibelelwano ngamaxa amaninzi kakhulu. Yima imizuzu elishumi ze uzame kwakhona. Ukuba uyaqhubeka ukuzama, kuya kufuneka ulinde ixesha elidana nangakumbi. invalidError=Impazamo engasebenziyo unableToSendMessage0108ecc4=Akukwazeki ukuthumela umyalezo: %s: encoding=Ukunxulumana buddyIcon=UmFanekiso ongumQondiso womHlobo voice=Ilizwi aimDirectIm=I-AIM iLawula i-IM chat=Ukuncokola getFile=Fumana iFayili games=Imidlalo addIns=Izongezo sendBuddyList=Thumela uLuhlu Lobuhlobo icqDirectConnect=Ukunxulumana Ngqo ne-ICQ apUser=Umsebenzisi we-AP icqRtf=I-ICQ RTF nihilist=Umtshabalalisi icqServerRelay=Ukuthumela kweSeva kwi-ICQ oldIcqUtf8=I-ICQ UTF8 endala trillianEncryption=I-Trillian Encryption (umbhalo ontsonkothileyo) icqUtf8=I-ICQ UTF8 hiptop=I-Hiptop securityEnabled=Ukhuseleko luvunyelwe ukusebenza videoChat=InCoko ngeVidiyo ichatAv=iNcoko nge-AV liveVideo=IVidiyo eSebenzayo camera=Ikhamera freeForChat=Ukukhululeka Ukuba ungaNcokola notAvailable=Akufumaneki occupied=Uxakekile webAware=Ukuqaphela iwebhu ye-Intanethi invisible=Engabonakaliyo online=Lukhona unxibelelwano ipAddress=Idilesi ye-IP warningLevel=Umgangatho wesiLumkiso buddyComment55df1136=Izimvo zomHlobo connectionEstablishedCookieSent=Unxibelelwano lusekiwe, kuthunyelwe u-cookie finalizingConnection=Ukugqibezela uNxulumano receivedAuthorization=Wamkele uGunyaziso theAolInstantMessengerServiceIsTemporarily=Inkonzo yeAOL Instant Messenger ayifumaneki okwethutyana. theClientVersionYouAreUsingIs=Inguqulelo umxumi ayisebenzisayo indala kakhulu. Nceda uyihlaziye e%s passwordSent=Ukuthunyelwa kwepassword pleaseAuthorizeMeSoICanAdd=Nceda undigunyazise ukuze ndikongeze kuluhlu lwam lobuhlobo. noReasonGiven=Akukho sizathu sinikiweyo. authorizationDeniedMessage=Umyalezo wokuLandula uGunyaziso: theUserHasDeniedYourRequestTo18086e13=Umsebenzisi %u usilandule isicelo sakho sokubongeza kuluhlu lwakho ngenxa yezizathu ezilandelayo:\n%s icqAuthorizationDenied=UkuLandula uGunyaziso lweICQ. theUserHasGrantedYourRequestTo86eb99b5=Umsebenzisi %u usamkele isicelo sakho ukubongeza kuluhlu lwakho lobuhlobo. youHaveReceivedASpecialMessageFrom=Ufumene umyalezo okhethekileyo\n\nOvela: %s [%s]\n%s youHaveReceivedAnIcqPageFrom=Ufumene iphepha leICQ\n\nUkuvela: %s [%s]\n%s youHaveReceivedAnIcqEmailFrom=Ufumene i-imeyile yeICQ evela %s [%s]\n\nUmyalezo:\n%s icqUserHasSentYouABuddy=Umsebenzisi weICQ u-%u ukuthumelele umhlobo: %s (%s) doYouWantToAddThisBuddy=Ingaba ufuna ukongeza lo mhlobo kuluhlu lwakho lomhlobo? youMissedMessageFromBecauseItWas1dfe3b44=Uphose %hu umyalezo ovela %s ngenxa yokuba ubungasebenzi.;Uphose imiyalezo %hu evela ku %s ngenxa yokuba ibingasebenzi. youMissedMessageFromBecauseItWasfa8d85ec=Uphose umyalezo %hu ovela ku %s ngenxa yokuba ubumkhulu kakhulu.;Uphose imiyalezo %hu evela ku %s ngenxa yokuba ibimikhulu kakhulu. youMissedMessageFromBecauseTheRate=Uphose umyalezo %hu ovela ku %s ngenxa yokuba ubugqitha imigangatho yomda.;Uphose imiyalezo %hu evela ku %s ngenxa yokuba ibigqitha imigangatho yemida. youMissedMessageFromForAnUnknown=Uphose umyalezo %hu ovela ku %s ngenxa yesizathu esingaziwayo.;Uphose imiyalezo %hu evela ku %s ngenxa yesizathu esingaziwayo. userInformationNotAvailable=Ulwazi lomsebenzisi alufumaneki kwi: %s onlineSince=Kunxibelelwano ukusuka memberSince=Lilungu ukusukela capabilities=Izakhono profile=Inkangeleko yourAimConnectionMayBeLost=Kunokwenzeka unxibelelwano lwakho no-AIM lulahlekile. unableToDisplayAMessageFromThis=[Akukwazeki ukubonisa umyalezo ovela kulo msebenzisi ngenxa yokuba uqulethe iimpawu ezingasebenziyo.] youHaveBeenDisconnectedFromChatRoom=Uqhawuliwe kunxibelelwano negumbi lencoko %s. mobilePhone=Ifowuni ohamba nayo personalWebPage=Iphepha leWebhu ye-intanethi lakho buqu additionalInformation=Ulwazi olongezelelweyo zipCode=Ikhowudi yeNdawo workInformation=Iinkcukacha ngoMsebenzi division=Icandelo position=Isikhundla webPage=IPhepha leWebhu ye-intanethi popUpMessage=Umyalezo omFutshane oqhashumbayo noResultsFoundForEmailAddress=Akukho ziphumo zifunyenweyo zedilesi ye-imeyile %s youShouldReceiveAnEmailAskingTo=Uza kufumana i-imeyile ecela ukuba ungqine %s. accountConfirmationRequested=Isicelo sokuQinisekisa i-akhawunti errorUnableToChangeEmailAddressBecause0ad48ef8=Impazamo 0x%04x: Akukwazeki ukutshintsha idilesi ye-imeyile ngenxa yokuba idilesi enikiweyo ayisebenzi. errorUnknownError=Impazamo 0x%04x: Impazamo engaziwayo. errorChangingAccountInfo=Impazamo Ukutshintsha Iinkcukacha ze-akhawunti theEmailAddressForIs=Idilesi ye-imeyili ye %s yile %s accountInfo=Ulwazi nge-akhawunti yourImImageWasNotSentYou00517231=UmFanekiso wakho we-IM awuthunyelwanga. Kufuneka ube uNxulumene Ngqo ukuthumela imiFanekiso yeIM. unableToSetAimProfile=Akukwazeki ukuseka inkangeleko ye-AIM. youHaveProbablyRequestedToSetYour=Mhlawumbi ucele ukuseka inkangeleko yakho phambi kokuba iphele inkqubo yokungena. Inkangeleko yakho ihlala ingasekwanga; zama ukuyiseka kwakhona xa unxibelelene ngokupheleleyo. profileTooLong=Inkangeleko inde kakhulu. awayMessageTooLong=Umyalezo wokungabikho mde kakhulu. orphans=Iinkedama noName=(akukho gama) authorizationGiven=Ugunyaziso lunikiwe theUserHasGrantedYourRequestTo63840aca=Umsebenzisi %s wamkele isicelo sakho sokubongeza kuluhlu lwakho lomhlobo. authorizationGranted=Ugunyazilo luVunyelwe theUserHasDeniedYourRequestToc769f6a6=Umsebenzisi %s usilandule isicelo sakho sokubongeza kuluhlu lwakho lobuhlobo ngenxa yesizathu esilandelayo:\n%s authorizationDenied=UGunyaziso luLandulwe _exchange=_Unaniselwano: yourImImageWasNotSentYoudf954634=UmFanekiso wakho we-IM awuthunyelwanga. Awunakho ukuthumela imiFanekiso yeIM kwiincoko ze-AIM. buddyCommentFor=Izimvo zomHlobo nge %s buddyComment78b046be=Uluvo lomHlobo: youHaveSelectedToOpenADirect=Ukhethe ukuvula unxulumano Ngqo noIM nge-%s. editBuddyComment=Hlela uLuvo lomHlobo directIm=I-IM ethe Ngqo reRequestAuthorization=Ukwenza isicelo kwakhona soGunyaziso theNewFormattingIsInvalid=Ulungiselelo olutsha alusebenzi. changeAddressTo=Tshintsha iDilesi ukuya ku: iYouAreNotWaitingForAuthorization=awulindanga ukugunyaziswa youAreAwaitingAuthorizationFromTheFollowing=Ulindele ugunyaziso kubahlobo abalandelayo youCanReRequestAuthorizationFromThese=Ungacela ugunyaziso kwakhona kwaba bahlobo ngokucofa ngasekunene kubo nokukhetha "Isicelo soGunyaziso Kwakhona." findBuddyByEmail=Fumana umHlobo ngeI-meyile searchForABuddyByEmailAddress=Zingela umhlobo ngedilesi ye-imeyile typeTheEmailAddressOfTheBuddy=Chwetheza idilesi ye-imeyile yomhlobo omzingelayo. confirmAccount=Qinisekisa i-Akhawunti showBuddiesAwaitingAuthorization=Bonisa Abahlobo abaLindele uGunyaziso searchForBuddyByInformation=Zingela umHlobo ngoLwazi askingToConnectToUsAtFor=Ukucela %s to connect to us at %s:%hu IM ethe Ngqo. hasJustAskedToDirectlyConnectTo=%s usandula ukucela ukunxulumana ngqo no %s thisRequiresADirectConnectionBetweenThe=Oku kufuna unxulumano ngqo phakathi kweekhompyutha ezimbini yaye kufunwa malunga nemifanekiso ye-IM. Ngenxa yokuba idilesi yakho ye-IP iza kudizwa, oku kunokuba ngumngcipheko wemfihlio. invalidSnac=iSNAC engaSebenziyo serviceUnavailable=Inkonzo ayifumaneki serviceNotDefined=Inkonzo ayichazwanga obsoleteSnac=I-SNAC ayisasebenzi iphelelwe lixesha notSupportedByHost=Ayixhaswa ngumququzeleli notSupportedByClient=Ayixhaswa ngumsebenzisi refusedByClient=Yaliwe ngumsebenzisi replyTooBig=Impendulo inkulu kakhulu responsesLost=Iimpendulo zilahlekile requestDenied=Isicelo silandulwe bustedSnacPayload=Umthwalo weSNAC woyisakele insufficientRights=Amalungelo asilelayo inLocalPermitDeny=Imvume yengingqi/ukulandula userTemporarilyUnavailable=Umsebenzisi akafumaneki okwethutyana noMatch=Akukho kunxulumana listOverflow=Uluhlu luyaphuphuma requestAmbiguous=Isicelo simbaxa queueFull=Ukrozo luzele notWhileOnAol=Hayi xeshikweni inxulumene ne-AOL