enterPasswordFor=Faka i-password ye %s (%s) ok=Kulungile cancel=Rhoxisa missingProtocolPluginFor=Imithetho yokusebenza engekhoyo yokungenisa kwi-%s connectionError=Impazamo yokuNxulumana newPasswordsDoNotMatch=Ii-password ezintsha azingqamani. fillOutAllFieldsCompletely=Zalisa zonke iindawo ngokupheleleyo. originalPassword=I-password yentsusa newPassword=I-password entsha newPasswordAgain=I-password entsha (kwakhona) changePasswordFor=Tshintsha i-password ye %s pleaseEnterYourCurrentPasswordAndYour=Nceda ufake i-password yakho yangoku kunye ne-password yakho entsha. changeUserInformationFor=Tshintsha ulwazi lomsebenzisi lwe-%s setUserInfo=Misela uLwazi ngomSebenzisi save=Gcina unknown88183b94=Engaziwayo buddies=Abahlobo chats=Iincoko registrationError=Impazamo yoBhaliso unknownError=Impazamo engaziwayo theMessageIsTooLarge=Lo myalezo mkhulu kakhulu. unableToSendMessage=Akukwazeki ukuthumela umyalezo. sendMessage=Thumela umYalezo enteredTheRoom=I-%s ingenile egumbini. iIEnteredTheRoom=I-%s [%s] ingenile egumbini. youAreNowKnownAs=Ngoku waziwa njengo-%s isNowKnownAs102ffb4a=U-%s ngoku waziwa njengo-%s leftTheRoomca68320d=I-%s ilishiyile igumbi. leftTheRoom7a25df18=I-%s ilishiyile igumbi (%s). message=Umyalezo pleaseEnterTheNameOfTheUser=Nceda ufake igama lomsebenzisi onqwenela ukummema, ngokuhambisana nomyalezo ozikhethelayo wokumema. invite=Mema errorReading588703b8=Impazamo yokufunda %s: \n%s. errorWriting=imPazamo yokubhala %s: \n%s. errorAccessing=imPazamo yokufikelela %s: \n%s. cannotSendAFileOf0Bytes=Awunakho ukuthumela ifayili yee-byte ezi-0. cannotSendADirectory=Akukwazeki ukuthumela uvimba weefayili. isNotARegularFileCowardlyRefusing=I-%s asiyofayili eqhelekileyo. Ukwala ngoloyiko ukubhala phezu kwayo. wantsToSendYou=U-%s ufuna ukukuthumelela i-%s (%s) acceptFileTransferRequestFrom=Wamkela isicelo sokudlulisa ifayili esivela ku-%s? aFileIsAvailableForDownloadFrom=Ifayili iyafumaneka ukukhuphela ulwazi oluvela:\nUmququzeleli okwenye indawo: %s\nIsango elikwenye indawo: %d isNotAValidFilename=I-%s asilogama elisebenzayo lefayili. offeringToSendTo=Nikela ukuthumela %s ku %s theRequiredPluginWasNotFoundPlease=Ungeniso lwe-%s olufunekayo alufunyanwanga. Nceda ufakele olu ngeniso ze uzame kwakhona. theRequiredPluginWasUnableToLoad=I-%s efunekayo ukungenisa ayikwazanga ukufakela inkqubo. invalidProxySettings=ImiMiselo engasebenziyo yomQobo eitherTheHostNameOrPortNumber=Mhlawumbi igama lomququzeleli okanye inombolo yesiqhagamsheli esikhethiweyo malunga nohlobo lomqobo wakho owunikiweyo ayisebenzi. offline=Akukho lunxibelelwano available=Efumanekayo away=Engekhoyo authenticationFailed=Ukuqinisekisa akuphumelelanga _cancel=_Rhoxisa invisible=Engabonakaliyo isNowKnownAsbba005f0=U-%s ngoku waziwa njengo-%s. hasInvitedToTheChatRoombadd1660=%s umemele %s kwigumbi lencoko %s acceptChatInvitation=Yamkela isimemo sokuncokola? nss=I-NSS providesSslSupportThroughMozillaNss=Ibonelela ngenkxaso yeSSL ngeMozilla NSS. sslHandshakeFailed=Isivumelwano seSSL asiphumelelanga isNoLongerAway=I-%s ayisahambanga. hasGoneAway=I-%s ihambile. hasBecomeIdle=I-%s ilalele. isNoLongerIdle=I-%s ayisalalelanga. notifyWhen=Yazisa Nini buddyGoes_away=Umhlobo uyaHamba _angaBikho buddyGoes_idle=Umhlobo uyaHamba a_Lalele buddyStateNotification=Imo yesaZiso somHlobo notifiesInAConversationWindowWhenA=Yazisa kwifestile yencoko xa umhlobo ehamba okanye ebuya xa ebengekho okanye elalele. becameIdled8c7ff57=%s ilalele becameUnidleea77d82f=%s iyekile ukuba lilalela # This string determines how some dates are displayed. The default # string "%x %X" shows the date then the time. Translators can # change this to "%X %x" if they want the time to be shown first, # followed by the date. calculating=Ukubala… unknown2a213209=Engaziwayo.