message=Umyalezo
away=Engekhoyo
connecting=Ukunxulumana
unknownCommand=Umyalelo ongaziwa: %s
currentTopicIs=Isihloko sangoku si: %s
noTopicIsSet=Asikho isihloko esimiselweyo
errorDisplayingMotd=Impazamo yokubonisa iMOTD
noMotdAvailable=Akukho MOTD efumanekayo
thereIsNoMotdAssociatedWithThis=Akukho MOTD enxulumene nolu nxibelelwano.
motdFor=I-MOTD ye%s
viewMotd=Jonga iMOTD
_channel=I_siqhagamshelanisi:
_password=I-_Password:
sslSupportUnavailable=Inkxaso engafumanekiyo yeSSL
unableToConnect5d04a002=Akukwazeki ukunxulumana
users=Abasebenzisi
topic=Isihloko
ircProtocolPlugin=Imithetho yokuSebenza yokuNgenisa yeIRC
theIrcProtocolPluginThatSucksLess=Umthetho wokuSebenza wokuNgenisa iIRC eFunxa Kancinci
server=Iseva
port=Isiqhagamsheli
encodings=Iindlela zonxulumano
username=Igama lomsebenzisi
realName=IGama lokwenyani
badMode=Imo engaLunganga
youAreBannedFrom=Uyagxothwa ukusuka kwi-%s.
banned=Ukugxotha
iIrcopI= (ircop)
iIdentifiedI= (echongiweyo)
nick=Isikhewu
currentlyOn=Iyasebenza ngeli thuba
onlineSince=Kunxibelelwano ukususela
hasChangedTheTopicTo=%s iguqule isihloko ukuba: %s
theTopicForIs=Isihloko se %s siyi: %s
unknownMessagef8cc035a=UmYalezo ongaziwayo '%s'
unknownMessagee3609839=UmYalezo ongaziwayo
usersOn=Abasebenzisi be %s: %s
noSuchChannel74c0bbbe=Akukho siqhagamshelanisi esinjalo
noSuchChannelc4e455f9=akukho siqhagamshelanisi esinjalo
userIsNotLoggedIn=Umsebenzisi akangenanga
noSuchNickOrChannel=Asikho isikhewu esinjalo okanye isiqhagamshelanisi
couldNotSend=Akukwazeki ukuthumela
joiningRequiresAnInvitation=Ukungenela %s kufuna isimemo.
invitationOnly=IsiMemo kuphela
youHaveBeenKickedBy=Ukhatyiwe yi-%s: (%s)
kickedBy=Ukukhatywa nge %s (%s)
modeBy=imo (%s %s) nge %s
cannotChangeNick=Akunokwenzeka ukutshintsha isikhewu
couldNotChangeNick=Akukwazekanga ukutshintsha isikhewu
youHavePartedTheChannel=Wahlukanise isiqhagamselanisi%s %s
errorInvalidPongFromServer=Impazamo: iPONG engasebenziyo evela kwiseva
pingReplyLagSeconds=Impendulo yePING -- Isemva: %lu imizuzwana
cannotJoinChannel=Akwenzeki ukudibanisa isiqhagamshelanisi
wallopsFrom=Ibetha ukusuka ku-%s
actionLtActionToPerformGtPerform=action <intshukumo yokwenza>: Ukwenza intshukumo.
awayMessageSetAnAwayMessageOr=away [umyalezo]: Misela umyalezo wokungabikiho, okanye sebenzisa umyalezo wokungabuyi kukungabikho.
deopLtNick1GtNick2RemoveChannel=deop <isiqhulo1> [isiqhulo2] …: Susa imo yomsebenzi wesiqhagamshelanisi umntu othile. Kufuneka ube ngumsebenzi wesiqhagamshelanisi ukwenza oku.
devoiceLtNick1GtNick2RemoveChannel=devoice <isiqhulo1> [isiqhulo2] …: Susa imo yelizwi lomqhagamshelanisi kumntu othile, ukubathintela ukuthetha ukuba isiqhagamshelanisi sithothisiwe (+m). Kufuneka ube ngumsebenzi wesiqhagamshelanisi ukuze wenze oku.
inviteLtNickGtRoomInviteSomeone=invite <isiqhulo> [igumbi]: Mema umntu othile ukudibana nawe kwisiqhagamshelanisi esikhethekileyo, okanye isiqhagamshelanisi esikhoyo ngeli thuba.
jLtRoom1GtRoom2Key1Key2=j <igumbi1>[,igumbi2][,…] [isitshixo1[,isitshixo2][,…]]: Faka isiqhagamshelanisi sibe sinye okanye ngaphezulu, ngokunganyanzelekanga bonelela ngeqhosha lesiqhagamshelanisi ngasinye xa kukho imfuneko.
joinLtRoom1GtRoom2Key1Key2=join <igumbi1>[,igumbi2][,…] [isitshixo1[,isitshixo2][,…]]: Faka isiqhagamshelanisi esinye okanye ezingaphezulu, ubonelela ngokunganyanzelekanga ngeqhosha lesiqhagamshelanisi ngasinye xa kufuneka.
kickLtNickGtMessageRemoveSomeone=kick <isiqhulo> [umyalezo]: Susa umntu othile kwisiqhagamshelanisi. Kufuneka ube ngumenzi wesiqhagamshelanisi ukuze wenze oku.
listDisplayAListOfChatRooms=list: Bonisa uluhlu lwamagumi encoko kuthungelwano. Isilumkiso, ezinye iiseva zinokukukhupha kunxibelelwano xa usenza oku.
meLtActionToPerformGtPerform=me <intshukumo yokwenza>: Yenza intshukumo.
msgLtNickGtLtMessageGt=msg <isiqhulo> <umyalezo>: Thumela umyalezo wabucala kumsebenzisi (ngokuchasene nesiqhagamshelanisi).
namesChannelListTheUsersCurrentlyIn=names [isiqhagamshelanisi]: Yenza uluhlu lwabasebenzisi besiqhagamshelanisi ngeli thuba.
nickLtNewNicknameGtChangeYour=nick <isiqhulo esitsha>: Guqula isiqhulo sakho.
opLtNick1GtNick2GrantChannel=op <isiqhulo1> [isiqhulo2] …: Nika umntu othile imo yokuba ngumsebenzi wesiqhagamshelanisi. Kufuneka ube ngumsebenzi wesiqhagamshelanisi ukuze wenze oku.
operwallLtMessageGtIfYouDon=operwall <umyalezo>: Ukuba awazi ukuba yintoni le, mhlawumbi awunakho ukuyisebenzisa.
partRoomMessageLeaveTheCurrentChannel=ilungu [igumbi] [umyalezo]: Yeka isiqhagamshelanisi sangoku, okanye isiqhagamshelanisi esikhethekileyo, nomyalezo onganyanzelekanga.
pingNickAsksHowMuchLagA=i-ping [isiqhulo]: Sibuza ukuba umsebenzisi unokusalela okungakanani (okanye iseva ukuba akukho msebenzisi ukhethekileyo).
queryLtNickGtLtMessageGt=query <isiqhulo> <umyalezo>: Thumela umyalezo wabucala kumsebenzisi (ngokuchaseneyo nesiqhagamshelanisi).
quitMessageDisconnectFromTheServerWith=quit [umyalezo]: Phuma kunxibelelwano neseva, ngomyalezo onganyanzelekanga.
quoteSendARawCommandToThe=quote […]: Thumela umyalelo ongalungiswanga kwiseva.
removeLtNickGtMessageRemoveSomeone=remove <isiqhulo> [umyalezo]: Susa umntu othile egumbini. Kufuneka ube ngumsebenzi wesiqhagamshelanisi ukuze wenze oku.
topicNewTopicViewOrChangeThe=topic [isihloko esitsha]: Jonga okanye tshintsha isihloko sesiqhagamshelanisi.
umodeLtGtLtAZaZ=umode <+|-><A-Za-z>: Seka okanye qhaqha imo yomsebenzisi.
voiceLtNick1GtNick2GrantChannel=voice <isiqhulo1> [isiqhulo2] …: Nika imo yelizwi lesiqhagamshelanis kumntu othile. Kufuneka ube ngumsebenzi wesiqhagamshelanisi ukuze wenze oku.
wallopsLtMessageGtIfYouDon=wallops <umyalezo>: Ukuba awazi ukuba yintoni na le, mhlwawumbi awunakho ukuyisebenzisa.
replyTimeFromSeconds=Ixesha lokuphendula ukusuka %s: %lu imizuzwana
pong=I-PONG
ctcpPingReply=impendulo yeCTCP PING
disconnected=Unxibelelwano luqhawukile.